Funda Into Entsha

2024-05-01

IMBONISELO

Icebiso Onokulithemba Ngokulungileyo Nokungalunganga

Funda ngendlela onokuzenza ngayo izigqibo eziza kwenza wena nentsapho yakho nonwabe kwixesha elizayo.

2024-04-22

HLALANI NITHE QWA!

Iza Kuphela Nini Imilo?—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile ithi abantu baseza kuyeka ukulwa. IBhayibhile iyachaza ukuba iza kwenzeka njani loo nto.

2024-04-19

NGABA YADALWA?

Indlela Elungeleleneyo Elikhala Ngayo Isele—Ngaba Kwadalwa?

Yintoni enceda amasele angamadoda akwazi ukukhala ukuze abonwe ngangamabhinqa?

2024-04-16

IINGOMA ZEJW BROADCASTING

“Iindaba Ezilungileyo”! (Ingoma Yendibano Yengingqi Ka-2024)

Ukususela kwixesha labapostile ukuza kutsho ngoku, abantu bashumayela iindaba ezilungileyo bevuya, ibe bancedisa ekwenzeni owona msebenzi mkhulu—okhokelwa nguYesu noxhaswa ziingelosi.

2024-04-16

UMTSHATO NENTSAPHO

Indlela Onokuzijonga Ngayo Izinto Ezikucaphukisayo

Endaweni yokuba uvumele uphawu ongaluthandiyo lukucaphukise, zama ukulujonga ngenye indlela.

2024-04-16

IMBONISELO—EFUNDWAYO

Fundisisa Ngendlela Eza Kukunceda Uhlale Uthe Qwa

2024-04-16

IMBONISELO—EFUNDWAYO

Imibuzo Evela Kubafundi​​​—Julayi 2024

Ngubani ‘umfazi’ ekuthethwa ngaye kuIsaya 60:1? ‘Uphakama’ aze ‘akhanyise’ njani?

2024-04-16

IMBONISELO—EFUNDWAYO

Yintoni Eza Kukunceda Uqhelane Nebandla Elitsha?

AmaKristu amaninzi aye onwaba akufika kumabandla amatsha. Kunokuba njalo ke nakuwe. Xa ufudukela kwelinye ibandla. Imigaqo eyi-4 enokukunceda.

2024-04-16

IMBONISELO—EFUNDWAYO

Julayi 2024

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoSeptemba 9–​Oktobha 6, 2024.

2024-04-12

IMIXHOLO ENGAKUMBI

Yenza Abahlobo Ukuze Ungaziva Uwedwa—Into Ethethwa YiBhayibhile

Jonga iindlela ezimbini ongancedakala ngazo xa unceda abanye.

2024-04-12

KUCACISWA IIVESI ZEBHAYIBHILE

Kucaciswa IMizekeliso 17:17 —“Umhlobo Unothanda Ngamaxesha Onke”

La mazwi ayichaza kakuhle into yokuba unjani umhlobo wokwenene.

2024-04-12

KUCACISWA IIVESI ZEBHAYIBHILE

Kucaciswa UYeremiya 11:11—“Ndibazisela Ububi”

Ngaba uThixo wabazisela ‘ububi’ abantu bakhe, okanye wayebuvumela?

2024-04-09

INDLELA ESETYENZISWA NGAYO IMINIKELO YAKHO

Umsebenzi Wokwakha Usinceda Sishumayele

Umsebenzi wokwakha unegalelo elikhulu kumsebenzi wokushumayela ngoBukumkani. Iye yasetyenziswa njani iminikelo yakho ukuze kuxhaswe kuze kulungiswe izakhiwo zesebe?

2024-04-09

UMTSHATO NENTSAPHO

Ngaba Simele Sihlalisane Ngaphambi Kokuba Sitshate?

Abanye abantu abathandanayo bacinga ukuba ukuhlalisana kuza kubanceda bawulungiselele kakuhle umtshato. Ngaba ingenzeka loo nto, okanye ikhona enye into ebhetele onokuyikhetha?