UVUKANI! Meyi 2014 | Istres—Amacebiso Anokukunceda Kuso

Istres siyafuneka emzimbeni, kodwa xa siqatsele sisenokukubulala.

Okwenzeka Ehlabathini

Oko kuthethwa ngako: ummandla ekufunyanwa kuwo iintlobo ezintsha ezingaphezu kwe-100 zezityalo nezilwanyana nyaka ngamnye, icebiso lokunciphisa ixesha lokubukela iTV kwabantwana, nengxaki esagqubayo yongcoliseko lomoya.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Istres—Amacebiso Anokukunceda Kuso

IBhayibhile inamacebiso anokukunceda umelane nestres esibangelwa zingxaki ezine eziqhelekileyo.

UKUNCEDA INTSAPHO

Ukunceda Abantwana Bayisebenzise Kakuhle I-Intanethi

Kunokuba ube ngqongqo kwimithetho oyimisela umntwana wakho, menze akuqonde ukubaluleka kokuba aziphathe kakuhle.

UDLIWANO-NDLEBE

Ugqirha Wotyando Uchaza Ngokholo Lwakhe

Kangangeminyaka emininzi, uGqr. Guillermo Perez wayekholelwa ukuba izinto eziphilayo zazivelela, kodwa ngoku uyaqonda ukuba umzimba wethu udalwe nguThixo. Yintoni emenze wakholelwa kuThixo?

Ukuzingelwa Kwamagqwirha EYurophu

Ngexesha lokuzingelwa kwamagqwirha kwabhalwa ‘incwadi ezele yinkohlakalo neyingozi kunazo zonke ezikhoyo ehlabathini.’

IMBONO YEBHAYIBHILE

Ukucamngca

Kukho iindlela ezahlukahlukeneyo zokucamngca.

Ubulumko Buyamemeza—Uyabuva Na?

Ubulumko bokwenene buza kuzicombulula iingxaki zabantu.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ndinokuthenjwa Kangakanani?

Olunye ulutsha lunikwa inkululeko engakumbi kunolunye. Yintoni ebangela kube njalo?

Ngaba Abazali Bakho Bayadivosa?

Unokuyiphelisa njani loo ntlungu, umsindo nenzondo?

Oko Kuthethwa Lulutsha Ngenkangeleko Yalo

Kutheni kunzima ngolutsha ukuba lube nembono efanelekileyo ngendlela olukhangeleka ngayo? Yintoni enokunceda?

UMoses Ukhulela EYiputa

Kwakutheni ukuze umama kaMoses afake usana lwakhe kuMlambo umNayile? Funda ngaye, ngentsapho yakhe nangentombi kaFaro.