Ingxelo Yonyaka Wenkonzo Ka-2018 WamaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Bona iinkcukacha zomsebenzi wokushumayela owenziwe ngamaNgqina kaYehova ukuqala ngoSeptemba 2017 ukuya ngoAgasti 2018.

Umsebenzi Owenziwe Ngo-2018

Le ngxelo ka-2018 yamaNgqina kaYehova ibonisa umsebenzi wokushumayela owenziweyo emhlabeni wonke.

Ingxelo Ka-2018 Yamazwe Ekushunyayelwa Kuwo

Inani lamaNgqina, inani labantu ababhaptiziweyo, abeze eSikhumbuzweni, namanaye amanani.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

IMIBUZO ABANTU ABAQHELE UKUYIBUZA

Mangaphi AmaNgqina KaYehova Xa Ewonke Emhlabeni?

Jonga indlela adityaniswa ngayo amanani amaNgqina.

IMIBUZO ABANTU ABAQHELE UKUYIBUZA

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engena Kumakhaya Ngamakhaya?

Funda ukuba uYesu wathi mabenze ntoni abalandeli bakhe bokuqala.

Iintshayelelo Zentsimi

Ngoobani​—AmaNgqina KaYehova?

Abantu abaninzi banomdla wokwazi ukuba ngoobani amaNgqina KaYehova. Yiva ngawo ukuba angoobani.

INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI

AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Funda ngendlela esincedana ngayo njengabazalwana ehlabathini lonke.