Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

E-Ecuador

Sociedad de Estudiantes de la Biblia - Testigos de Jehová

Kilometer 23,5 via a la Costa (600 meters before the tollbooth)

GUAYAQUIL

ECUADOR

+593 4-273-8015

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. nango-11:00 nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure nemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi owenziwa kumabandla angaphezu kwama-900. Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngesiQuichua nangeentlobo ezahlukeneyo esithethwa ngazo, ngeNtetho Yezandla yase-Ecuadore nesiShuar.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.