Yiya kwinkcazelo

Ushwankathelo LweBhayibhile

Ushwankathelo LweBhayibhile

IBhayibhile yeyona ncwadi iye yasasazwa kakhulu kwimbali yoluntu. Kodwa kusenokwenzeka ukuba uyazibuza: ‘Ithetha ngantoni le ncwadi idume kangaka?’

Incwadana ethi IBhayibhile—Sithini Isigidimi Sayo? ikunika ushwankathelo lweBhayibhile ngezahluko ezimbalwa ukuze uyazi into eyifundisayo. Olu shwankathelo luqala ekudalweni kwezinto kwincwadi yeGenesis luyokutsho kwithemba lekamva elichazwe kwincwadi yeSityhilelo. Ichaza namaxesha eziganeko ezibalulekileyo eziseBhayibhileni. Inayo nemifanekiso emihle kunye nemibuzo ekwenza ucinge nenokwenza abanye abantu babenomdla.

Funda IBhayibhile—Sithini Isigidimi Sayo? kwiwebhsyathi yethu.