Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IJW LIBRARY

Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza​—IJW Library (Kwi-iOS)

Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza​—IJW Library (Kwi-iOS)

Iilwimi ezintsha zisoloko zikhutshwa. Ukuze ubone iilwimi ezikhoyo, cofa iqhosha lokukhetha ulwimi.

Le mibala ihambelana namaqela asibhozo achazwe kuMbuzo 19 weNtshayelelo YeLizwi LikaThixo.

 

KwiJW Library izinto ezininzi zisebenza ngendlela efanayo kuzo zonke izixhobo ze-elektroniki. Kodwa ke, izinto ezikuyo nezinto ezihlaziywayo zisenokuvela ngamaxesha angafaniyo kwisixhobo ngasinye.

 

Sicela uzalise uze uthumele ifomu yokucela uncedo kwi-Intanethi. Le fomu ayikho kwiJW Library okanye kwifowuni yakho.