Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ngaba Umhlaba Wadalwa?

Ngaba Umhlaba Wadalwa?

Umhlaba mkhulu ibe iyamangalisa indlela owenziwe ngayo. Waqala njani? Ngaba singayithemba into ethethwa yiBhayibhile ngendlela owaqala ngayo umhlaba?