Yiya kwinkcazelo

Georgia

2023-05-08

Georgia

Bekuqala Ukubakho Indibano Ekhethekileyo eTbilisi, Kwilizwe LaseGeorgia

Le ndibano ikhethekileyo yokuqala eGeorgia ibineentetho ezikhuthazayo ezisekelwe eBhayibhileni, nabazalwana benobubele, kwaza kwakho nemidlalo ebonisa imbali yaseTbilisi.

2017-04-10

Georgia

INkundla YaseYurophu Ixhasa Ilungelo LamaNgqina KaYehova Lokunqula EGeorgia

Esi sigwebo sakutshanje seNkundla YaseYurophu Elwela Amalungelo Abantu sikhusela inkululeko yokuhlanganisana kwamaNgqina ukuze akhonze onke aze ancokole nabamelwane ngezinto azikholelwayo.

2016-01-06

Georgia

INkundla Yamalungelo Abantu YaseYurophu Iyakwamkela Ukuvuma KweGeorgia Ukuba Inyhashe Amalungelo AmaNgqina KaYehova

IGeorgia yavuma ukuba ukuphelisa izivumelwano zokubhaliswa kwemibutho esemthethweni yamaNgqina kwakungenasihlahla. Urhulumente wenza ukuba amaNgqina atshutshiswe yaye ahlaselwe kangangeminyaka.

2015-04-28

Georgia

AmaNgqina KaYehova Akwiphulo Lokwazisa Ngesigwebo SeNkundla YaseYurophu Yamalungelo Abantu EGeorgia

NgoAprili 2015, iphulo liza kwazisa abezomthetho ngeenkcukacha zesigwebo sakutshanje seNkundla YaseYurophu Yamalungelo Abantu nangonqulo lwamaNgqina KaYehova.

2014-11-20

Georgia

INkundla YaseYurophu Yamalungelo Abantu Ixhasa Umthetho WaseGeorgia

Ngo-Oktobha 7, 2014, iNkundla YaseYurophu Yamalungelo Abantu yawisa isigwebo esixhasa amaNgqina kaYehova eGeorgia. Abasemagunyeni bafunyaniswa benetyala lokohlutha inkululeko yonqulo yamaNgqina.