IMBONISELO—EFUNDWAYO Julayi 2016

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoAgasti 29 ukuya kuSeptemba 25, 2016.

Bazinikela Ngokuvumayo—⁠EGhana

Ukukhonza apho kukho indingeko yabavangeli boBukumkani, kunamahla-ndinyuka, kodwa kukwanazo neengenelo ezininzi.

Funa UBukumkani, Kungekhona Izinto

UYesu uchaza isizathu sokuba simele singazithandi izinto eziphathekayo.

Kutheni Simele ‘Sihlale Silindile’?

Izinto ezintathu ezinokulwenza buthathaka ukholo lwethu ukuba asilumkanga.

“Musa Ukoyika. Mna Ngokwam Ndiza Kukunceda”

UYehova uzingqine engumhlobo othembekileyo xa sinexhala naxa sijongene nobunzima.

Ukuba Nombulelo Ngobubele Obungasifanelanga BukaThixo

Yiyiphi eyona ndlela ibalaseleyo uThixo abubonakalise ngayo ububele obungasifanelanga ebantwini?

Shumayela Iindaba Ezilungileyo Zobubele Obungasifanelanga

Ukushumayela ‘iindaba ezilungileyo zoBukumkani’ kububalaselisa njani ububele obungasifanelanga bukaThixo?

Imibuzo Evela Kubafundi

Kuthetha ntoni ukudityaniswa kweenduku ezimbini okuchazwe kuHezekile isahluko 37?