IMBONISELO—EFUNDWAYO Juni 2022

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoAgasti 8–Septemba 4, 2022.

INQAKU ELIFUNDWAYO 27

“Thembela ngoYehova”

Ngaba Ubusazi?

Ngaba umntu owayebethelelwe esibondeni njengoYesu wayengcwatywa ngendlela eqhelekileyo ngamaRoma?

Ngaba Ubusazi?

Ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile abantu babesazi njani xa kuqala iminyaka neenyanga?